Tax included.
DESCRIPTION
UChris uyamthanda umakhulu wakhe uRuby. Ukuyakuthanda ukumndwendwela ekhayeni lakhe, bakhe amaqunube egadini futhi aqhulane kwaye acule nabazala bakhe. UChris ulonwabela kakhulu uhambo olusingisa edolophini nomakhulu wakhe, nalapho athi azikhethele iincwadi evenkileni yencwadi ezingamasekeni. Ngaminazana ithile uChris ufumanisa ukuba umakhulu wakhe unemfihlelo.
Dimensions :
Format :
Age Group : Ages 3-6
Page Numbers :