Your BIGGEST discount bookstore!

Prices slashed on the daily!

Your BIGGEST discount bookstore!

Prices slashed on the daily!

UMalusi (IsiXhosa)
  • SKU: 9781431404278
  • Availability: in stock Many in stock Out of stock You can purchase this product but it's out of stock

UMalusi (IsiXhosa)

Author: Niki Daly
R 104.99
Tax included.
DESCRIPTION
UMalusi welusa iigusha neebhokhwe ezintabeni zase Mpuma Koloni. Phezulu, apho kubhabha khona Ukhozi, lo gama phansi emhlabeni kuhamba iimbovane, oqongqothwane kunye neempukane uqhume uthuli ebeth’iintonga nomhlobo wakhe. Kodwa kukwakho nezinto ezinobungozi… ingaba uMalusi uzawukwazi na ukukhusela amatakane akhe kwimfene ezichwechwela umhlambi wakhe? Kona ngubani le ngwevu ihamba ngomnyobo wemoto efika incokole nabo, ekwakhuthaza umelusi ukuba alandele iphupha lakhe lokuba nguMongameli? Le ncwadi enemizobo emihle kangakanana ithetha ngenkwenkwana enesibindi sokuba nephupha elikhulu. Eli libali elisipha amandla, ukuzethemba kunye nobunkokheli, ingempilo yowayesakuba nguMongameli utata uNelson Mandela.
REVIEWS

Customer Reviews

No reviews yet
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)

RELATED PRODUCTS

RECENTLY VIEWED PRODUCTS

Customer Reviews

No reviews yet
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)
0%
(0)
BACK TO TOP