Inkwenkwezi efihlakeleyo

SKU: 9781415210871
Inkwenkwezi efihlakeleyo
Teen 13+

Inkwenkwezi efihlakeleyo

SKU: 9781415210871
Paperback·Ages 13+
Regular price R 320.00 Sale price R 304.00 RW Saving 5%
/
Tax included. Shipping calculated at checkout.
Dispatches in 5–7 working days
  • STORE COLLECTION - Collect in-store within 5-10 working days (R20).
  • INTERNATIONAL SHIPPING available. See Shipping information below for delivery times and terms.
"Uninakhulu kaNolitye oneshumi elinanye lerninyaka ubudala wayedla ngokuthi: wathint'abafazi, wathint'imbokodo. Akufumana ilitye elinobugqi uNolitye kwizitalato ezimthwaqusi sazePhola arnazwi kaninakhulu alandela intetha engenye. Ekunye nabahlobo bakhe ababini — UBheki ofekethisiweyo, noMaglasana olilungu eliguqukileyo leqela labaPhithikezi elikhokhelwa nguNelIie Qaqadekileyo — uNolitye usebenzisa amandla elitye ngendlela elungileyo: kokokuqala aba bathathu bezimela futhi bazilwele kubaPhithikezi; uNolitye usindisa ubomi bukaRex, inkokheli yeqela lezinia zaselokishini ezithethayo; andule ukubaligagu aionge ngqo emehlweni uMaMtonga onenyoka ephilayo embala umdaka naluhlaza ayixwaye entanyeni. Kodwa ngokukhawulezd uNolitye ufumanisa ukuba ilitye elimbala umsobo-nazuba elinobugqi lelinye lamatye amahlanu adingekayo ukulungisa izinto ezathi zahamba gwenxa mhla uyise wathi wasweleka kwingozi yasemgodini ngelixa yena wayeneminyaka emihlanu ubudala. Okanye loo nto wayixelelwayo ngunina." -- Publisher's description.

Book details

Format
Paperback
Reading age
13+
Pages
108
Publisher
Umuzi
Language
Xhosa
ISBN
9781415210871

SOUTH AFRICAN SHIPPING

In-store collection is R20 and will be available for collection anywhere between 5-10 working days. The relevant store will contact you when your order is ready for collection.

Courier Delivery - Shipping is calculated at checkout. Orders are dispatched within 1-3 working days.

Our shipping is currently calculated by the delivery address area.

NB: Exact delivery times cannot be guaranteed once your order has been collected by the courier. Please use your tracking number to follow up and get exact delivery times.

RETURNS AND EXCHANGES

See conditions and procedure in our return FAQs

INTERNATIONAL SHIPPING

Our product prices do not include any tax and duties. Should there be any duties or taxes the receiver will be liable to pay these fees on receipt of order. Please refer to your local tax authorities on any expected fees in your local states or country.

We do not accept returns and exchanges on international orders.

This section doesn’t currently include any content. Add content to this section using the sidebar.